Intshumayeli 8:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Le nto yonke ndiyibonile, ndayinikela intliziyo yam kwizenzo zonke ezenziwayo phantsi kwelanga, ngexesha athi umntu agunyazele umntu, kube kubi kuye.

Intshumayeli 8

Intshumayeli 8:5-12