Intshumayeli 8:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwanaloo nto ingamampunge. Ekubeni isigwebo singàwiswa kamsinyane emsebenzini ombi, ngenxa yoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.

Intshumayeli 8

Intshumayeli 8:2-13