Intshumayeli 7:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndajika ke mna, ndanentliziyo enga ingázi, ingásingasinga, ifume ubulumko nesigqibo seengcinga; enga ingákwazi okungendawo ukuba kukunyaba, nokumatha ukuba kukugeza.

Intshumayeli 7

Intshumayeli 7:23-29