Intshumayeli 7:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomhla wentsikelelo chwayitha, nangomhla wobubi qonda kakuhle, ukuba naló, kwanjengalowa, wenziwe nguThixo, ngenxa enokuba umntu engafumani nto emva kwakhe.

Intshumayeli 7

Intshumayeli 7:8-23