Intshumayeli 6:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba umntu uthe wazala ikhulu labantwana, wadla ubomi iminyaka emininzi, yamininzi imihla yeminyaka yakhe, umphefumlo wakhe àwahlutha zizinto ezilungileyo, kananjalo akaba nangcwaba: ndithi mna, imvambilini ilungile kunaye.

Intshumayeli 6

Intshumayeli 6:1-10