Intshumayeli 6:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ngubani na owaziyo okumlungelelyo umntu ebomini, ngangenani lemihla yobomi bakhe obungamampunge, ayigqiba njengesithunzi? Ngokuba ngubani na onokumxelela umntu into eya kubakho emva kwakhe phantsi kwelanga?

Intshumayeli 6

Intshumayeli 6:10-12