Intshumayeli 5:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba uthe wakubona ukucudiswa kwehlwempu, nokuhluthwa kokusesikweni nobulungisa elizweni, musa ukumangaliswa yiloo nto; ngokuba oyena uphakamileyo ukhangele phezu kophakamileyo; kukho abaphakamileyo naphezu kwabo.

Intshumayeli 5

Intshumayeli 5:7-17