Intshumayeli 5:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekwandeni kwezinto ezilungileyo bayanda abazidlayo zona, abe umninizo enempumelelo eyini na, ingekuko ukwanela ukuzibona ngamehlo?

Intshumayeli 5

Intshumayeli 5:3-17