Intshumayeli 4:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba xa bathe bawa, omnye unokumphakamisa uwabo; yeha ke, yena oyedwa, othe wawa! kuba akukho wesibini wokumphakamisa.

Intshumayeli 4

Intshumayeli 4:2-12