Intshumayeli 2:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba umntu olungileyo phambi kwakhe umnika ubulumko nokwazi novuyo; ke yena umoni umnika umzamo wokuhlanganisa nokuqweba, ukuze loo nto ayinike olungileyo phambi koThixo. Kwanaloo nto ingamampunge nokusukelana nomoya.

Intshumayeli 2

Intshumayeli 2:24-26