Intshumayeli 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waziwa ngubani na, ukuba wóba sisilumko, nokuba woba sisiyatha, kusini na? Ukanti uya kugunyazela emigudwini yam yonke endaphuka yiyo, endalumkayo kuyo phantsi kwelanga; kwanaloo nto ingamampunge.

Intshumayeli 2

Intshumayeli 2:17-26