Intshumayeli 2:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabheka mna ezenzweni zam zonke, ezazenzáyo izandla zam, nasemigudwini yam endaphuka yiyo ukuyenza; ndayibona ukuba yonke loo nto ingamampunge nokusukelana nomoya; akukho lungelo phantsi kwelanga.

Intshumayeli 2

Intshumayeli 2:9-15