Intshumayeli 11:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Njengokuba ungayazi ukuba yiyiphi na indlela yomoya, kwanjengokuyilwa kwamathambo esiswini somithiyo; ngokunjalo akusazi isenzo sika Thixo owenza izinto zonke.

Intshumayeli 11

Intshumayeli 11:1-6