Intshumayeli 10:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isidenge sandisa amazwi, engakwazi umntu okuya kubakho; nokuya kubakho emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?

Intshumayeli 10

Intshumayeli 10:12-15