Ingoma Yazo Iingoma 8:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na lo unyuka evela entlango,Esayama intánda yakhe?Ngaphantsi komapile lo ndákuvusa wena.Khona apha waba nenimba ngawe unyoko,Khona apha waba nenimba owakuzalayo.

Ingoma Yazo Iingoma 8

Ingoma Yazo Iingoma 8:1-11