Ingoma Yazo Iingoma 8:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bendiya kukuqhuba, bendiya kukusa endlwini kama;Ubuya kundifundisa.Bendiya kukuseza iwayini eqholiweyo,Nencindi yomrharnate wam.

Ingoma Yazo Iingoma 8

Ingoma Yazo Iingoma 8:1-4