Ingoma Yazo Iingoma 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Intloko yakho phezu kwakho injengeKarmele,Ubuyakayaka bentloko yakho bunjengosinga olumfusa;Ukumkani ukhonkxwe ngeenjiko zabo.

Ingoma Yazo Iingoma 7

Ingoma Yazo Iingoma 7:1-12