Masivuke kusasa, siye ezidiliyeni,Sibone ukuba umdiliya unamathupha na, iintyantyambo zawo zibhenqekile na,Imirharnate ityatyambile na.Ndokunika apho izincokoliso zam.