Ingoma Yazo Iingoma 6:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Buya, buya, mShulamikazi;Buya, buya, sikubone.Nibona ntoni na kumShulamikazi,Njengokungathi kukuqamba kwabaMahanayim?

Ingoma Yazo Iingoma 6

Ingoma Yazo Iingoma 6:6-13