Ingoma Yazo Iingoma 6:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iye phi na intánda yakho,Wena nzwakazindini phakathi kweentokazi?Ibheke ngaphi na intánda yakho,Ukuze sikufunise?

Ingoma Yazo Iingoma 6

Ingoma Yazo Iingoma 6:1-5