Ingoma Yazo Iingoma 5:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bandifumana abalindi abajikajika phakathi komzi,Bandibetha, bandilimaza;Abalindi beendonga bandihlutha ingubo yam yokwaleka ekrelekrele.

Ingoma Yazo Iingoma 5

Ingoma Yazo Iingoma 5:1-11