Ingoma Yazo Iingoma 4:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umlomo wakho uvuza incindi, mtshakazi;Bubusi namasi ngaphantsi kolwimi lwakho.Ivumba leengubo zakho linjengevumba leLebhanon.

Ingoma Yazo Iingoma 4

Ingoma Yazo Iingoma 4:10-14