Yabona, ùyinzwakazi, wethu; yabona, ùyinzwakazi.Amehlo akho anjengawamavukuthu ngaphaya kwesigqubuthelo sakho;Iinwele zakho zinjengomhlambi weebhokhweOsemathambekeni eentaba zaseGiliyadi.