Ingoma Yazo Iingoma 3:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndithe ndisandula ukudlula kancinane kubo,Ndamfumana lowo uthandwayo ngumphefumlo wam;Ndambamba, andamyeka,Ndada ndamzisa endlwini kama,Engontsini yowandikhawulayo.

Ingoma Yazo Iingoma 3

Ingoma Yazo Iingoma 3:1-5