Ingoma Yazo Iingoma 3:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathi, Ndokha ndivuke, ndijikajike phakathi komzi,Ezindaweni zembutho nasezitratweni;Ndiya kumfuna lowo uthandwa ngumphefumlo wam.Ndamfuna andamfumana.

Ingoma Yazo Iingoma 3

Ingoma Yazo Iingoma 3:1-11