Ingoma Yazo Iingoma 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Njengomapile phakathi kwemithi yehlathi,Injalo intánda yam phakathi koonyana.Ndanqwena, ndahlala phantsi emthunzini wawo,Nesiqhamo sawo sanencasa ekhuhlangubeni lam.

Ingoma Yazo Iingoma 2

Ingoma Yazo Iingoma 2:1-11