15. Sibambeleni iimpungutye, iimpungutye ezincinane ezonakalisa izidiliya;Izidiliya zethu zityatyambile.
16. Intánda yam yeyam, mna ke ndingowayo;Yalusela ezinyibibeni.
17. Ide iphole imini, oluke amathunzi,Jika, ntánda yam, uxelise ibhadi, uxelise inkonyana yexhama,Ezintabeni ezibugqagala.