Imizekeliso 8:4-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ndimemeza kuni, madoda;Izwi lam ndilisingisa koonyana babantu.

5. Buqondeni ubuqili, ziyatha;Yiqondeni intliziyo, zinyabi.

6. Yivani, kuba ndithetha izinto zobuhlalu,Nokuvula imilebe yomlomo wam kuthe tye.

7. Ngokuba umlomo wam uxela inyaniso;Okungendawo kulisikizi emilebeni yomlomo wam.

Imizekeliso 8