12. Uthi ephandle, abe esezitratweni,Alale kufuphi neembombo zonke.
13. Wambamba ke, wamanga,Wayingwanyalala ubuso; wathi kuye,
14. Imibingelelo yoxolo ibiphezu kwam,Namhla ndizizalisile izibhambathiso zam.
15. Ngenxa yoko ndiphumé ndeza kukukhawulela,Ndihle ndakufuna ubuso bakho; ndikufumene ke.