Imizekeliso 6:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Útyanda ngoshiyi, uqhubukusha ngeenyawo,Walatha ngophakathi wakhe.

14. Yimpenduka entliziyweni yakhe, uyila ububi ixesha lonke,Úngenisa ingxabano.

15. Ngenxa yoko kuya kufika ngesiquphe ukusindeka kwakhe;Úya kwaphuka ngephanyazo, angabi nakunyangwa.

Imizekeliso 6