Imizekeliso 6:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Nyana wam, ukuba uthe wammela ummelwane wakho,Wabambana nomnye ngesandla:

2. Urhintyélwe ngentetho yomlomo wakho,Uthiwé hlasi ngentetho yomlomo wakho.

3. Yenza le nto ngoku, nyana wam, uzihlangule;Kuba uzifaké esandleni sommelwane wakho;Yiya, ziwise phantsi, umzame ummelwane wakho.

Imizekeliso 6