Imizekeliso 31:28-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. Bayasuka oonyana bakhe, bathi unoyolo;Iyasuka indoda yakhe imdumise;

29. Ithi, Zininzi iintombi ezenza ngokunesidima;Ke wena uzidlule zonke ziphela.

30. Bubuxoki ubuhle, ngamampunge ubunzwakazi;Ngumfazi owoyika uYehova yedwa oya kudunyiswa.

Imizekeliso 31