Imizekeliso 30:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na owenyuka waya emazulwini, waza wehla?Ngubani na ofumbethe umoya ngezandla zakhe?Ngubani na obophe amanzi engutyeni?Ngubani na omise zonke iziphelo zehlabathi?Lingubani na igama lakhe, lingubani na igama lonyana wakhe, ukuba ùyalazi?

Imizekeliso 30

Imizekeliso 30:3-13