Imizekeliso 3:23-26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

23. Ùya kwandula uhambe ngendlela yakho úkholosile.Lungabetheki unyawo lwakho.

24. Ukuba uthe walala, akuyi kunkwantya;Wòlala, bube mnandi ubuthongo bakho.

25. Musa ukoyika lunkwantyiso luzayo ngesiquphe,Nasithonga sabangendawo, sakufika.

26. Kuba uYehova uya kuba yinqolonci yakho,Alugcine unyawo lwakho lungabanjiswa.

Imizekeliso 3