Imizekeliso 3:19-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. UYehova waliseka ihlabathi ngobulumko,Walizinzisa izulu ngengqondo.

20. Agqobhoka amanzi anzongonzongo ngokwazi kwakhe,Savuza umbethe isibhakabhaka.

21. Nyana wam, ezi nto mazingemki emehlweni akho:Londoloza uzimaso nomnkqangiyelo.

22. Zóba bubomi emphefumlweni,Nento entle emqaleni wakho.

23. Ùya kwandula uhambe ngendlela yakho úkholosile.Lungabetheki unyawo lwakho.

Imizekeliso 3