Nokuba uthe wasingqusha isimathane esingqushweni phakathi komngqusho ngentonga yokungqusha,Akuyi kusuka kuso ukumatha kwaso.