Musa ukumlahla umhlobo wakho nomhlobo kayihlo;Ungangeni endlwini yomzalwana wakho ngemini yokusindeka kwakho;Úlungile ummelwane okufuphi, kunomzalwana okude.