Xa athe walimnandisa ilizwi lakhe, musa ukukholwa nguye;Kuba ngamasikizi asixhenxe entliziyweni yakhe.