Imizekeliso 23:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthi, Bándibetha, ándeva ntlungu;Bándintlitha, àndaba nanto ndiyaziyo;Ndiya kuvuka nini na? Ndiya kuphinda ke, ndiya kubuya ndiyifune.

Imizekeliso 23

Imizekeliso 23:33-35