Imizekeliso 23:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ungokabani na uYeha? Ungokabani na uYoo? Zinabani na iingxabano?Inabani na inkalazo? Anabani na amanxeba angenasizathu?Anabani na amehlo anozizi?

Imizekeliso 23

Imizekeliso 23:24-35