Imizekeliso 22:13-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Ivila lithi, Kukho ingonyama phandle,Ndoncinithwa ezitratweni.

14. Sisihogo esinzulu umlomo wabafazi abangengabo;Obhavunyelwa nguYehova weyela khona.

15. Ukumatha kubotshiwe entliziyweni yomntwana;Intonga yokuqeqesha yokumkisa kuye.

16. Ocudisa isisweli, ukuba andise okwakhe,Nonika isityebi, uhlelwa yintswelo kuphela.

Imizekeliso 22