4. Ebusika ivila alilimi;Liyafuna ngexa lokuvuna, kungabikho nto.
5. Ngamanzi anzulu icebo entliziyweni yendoda,Kanti indoda enengqondo iyalirhola.
6. Uninzi lwesintu luyayihlangabeza indoda enenceba kulo;Ke yona indoda enyanisileyo, ngubani na ongáyifumanayo?
7. Ohamba ngengqibelelo yakhe elilungisa,Hayi, uyolo loonyana bakhe emva kwakhe!