Imizekeliso 17:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Iqhekeza elomileyo lesonka, kunye nokuchulumacha, lilungileNgaphezu kwendlu ezele yimibingelelo, enembambano.

2. Umkhonzi onengqiqo uya kumlawula unyana owenza okuziintloni,Ahlule ilifa phakathi kwabazalwana.

3. Ukhamba lolokunyibilikisa isilivere; iziko lelokunyibilikisa igolide;Umcikidi weentliziyo nguYehova.

27-28. Owanqandayo amazwi akhe unokwazi:Omoya upholileyo yindoda enengqondo.Kwanesimathane, ukuba sihleli sathi tu, kuthiwa sisilumko;Singàwuvingca umlomo waso, kuthiwa sinengqondo.

Imizekeliso 17