Imizekeliso 16:27-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Umntu olitshijolo umba ububi:Emlonyeni wakhe ngathi ngumlilo otshisayo.

28. Indoda ephendukayo ingenisa ingxabano;Nentlebi yahlula amakholwane.

29. Indoda egonyamelayo ihenda ummelwane wayo,Imhambise ngendlela engalungileyo.

Imizekeliso 16