Imizekeliso 10:30-32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Ilungisa alishukunyiswa naphakade;Ke bona abangendawo abalihlali ilizwe.

31. Umlomo welungisa umila ubulumko;Ulwimi lwempenduka luyanqanyulwa.

32. Imilebe yomlomo welungisa iyakwazi okwamkelekileyo;Umlomo wabangendawo uyimpenduka.

Imizekeliso 10