Imizekeliso 10:27-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Ukoyika uYehova kongeza imihla;Ke yona iminyaka yabangendawo iyanqanyulwa.

28. Ukulinda kwamalungisa luvuyo;Ithemba labangendawo liyadaka.

29. Iyinqaba yabagqibeleleyo indlela kaYehova;Yintshabalalo kubasebenzi bobutshinga.

30. Ilungisa alishukunyiswa naphakade;Ke bona abangendawo abalihlali ilizwe.

Imizekeliso 10