Imizekeliso 10:24-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Into anxunguphala yiyo ongendawo, yiyo emfikelayo;Akunqwenelayo amalungisa aya kunikwa.

25. Kwakugqitha isaqhwithi, akabikho ongendawo;Ke lona ilungisa luseko lwaphakade.

26. Njengeviniga emazinyweni, njengomsi emehlweni,Linjalo ivila kwabalithumayo.

27. Ukoyika uYehova kongeza imihla;Ke yona iminyaka yabangendawo iyanqanyulwa.

Imizekeliso 10