Imizekeliso 1:29-33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Ngethuba lokuba bakuthiyile ukwazi,Àbakunyula ukoyika uYehova;

30. Àbalivuma icebo lam,Basigiba sonke isohlwayo sam:

31. Baya kudla ke isiqhamo sendlela yabo,Bahluthe ngamacebo abo.

32. Kuba ukuphamba kweziyatha kuyazibulala,Nobunqobo bezinyabi buyazitshabalalisa.

33. Ke yena ondivayo uhleli ekholosile,Wonwabile ekunkwantyiseni kobubi.

Imizekeliso 1