Ilevitikus 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasondeza umsondezo wabantu, wathabatha ibhokhwe yedini lesono eyeyabantu, wayixhela, wenza idini lesono njengelokuqala.

Ilevitikus 9

Ilevitikus 9:13-17