Ilevitikus 8:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uMoses kooAron noonyana bakhe, Yiphekeni inyama emnyango wentente yokuhlangana, niyidle khona apho, nesonka esisengobozini yomiselo, njengoko ndawisayo umthetho, ndisithi, OoAron noonyana bakhe boyidla.

Ilevitikus 8

Ilevitikus 8:22-36